| Author | : MRS N N ZEKA |
| Hardcopy ISBN | : |
| Stock | : units |
La mabalana amalunga nezimanga zokuphathwa liphango, ubugorha, ukubaluleka kokuthembana, ubuzali, imihla yokushiywa zizihlobo, imihla yengxaki, izenzo zokungabi nayo imbeko, njalo-njalo. Iintsonyana zicaphule kwezakudala ezaziinjongo zazo ikukwakha, ukulumkisa, nokukhuthaza ubugorha.