Author | : M.M.M. Duka |
Hardcopy ISBN | : 9780796058218 |
Stock | : 109 units |
• Sicacisa amagama ngendlela elula etsho kuthi dlwe. • Sinika isiseko esiqinileyo nesomeleleyo ekubhaleni nasekuthetheni isiXhosa esifanelekileyo. • Sidwelisa amahlelo ezibizo ngendlela elula neyamkelekileyo. • Sakha ubungqondi kumfundi. • Sichaphazela izifundo ngezifundo. • Silungele ukusetyenziswa ezikolweni nakumabanga aphezulu.