Sichumile IsiXhosa Ibanga 7 Incwadi Katitshala Cover

Sichumile IsiXhosa Ibanga 7 Incwadi Katitshala



Hardcopy ISBN : 9781920605735
Stock : 85 units
Ebook ISBN : 9780796047588

Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: • lzifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso !we-CAPS kwisifundo ngasinye. • lxhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe. • lziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela. • lyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye. • lkwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo. • lyalubonakalisa unxibelelwano olwenzekileyo phakathi kwencwadi yomfundi, incwadi yokufunda nencwadi katitshala. Zizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: Sichumile lsiXhosa lncwadi Vomfundi lbanga 7 Sichumile lsiXhosa lncwadi Vokufunda lbanga 7 Sichumile lsiXhosa lncwadi Katitshala lbanga 7

Purchase Options


Ebook File Size : 9.09