IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 7 Incwadi Yomfundi Cover

IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 7 Incwadi Yomfundi



Author : M. Mdliva, N. Bokoloshe
Hardcopy ISBN : 9781920605841
Stock : 1108 units
Ebook ISBN : 9780796046222

Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: • Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. • Ibhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula. • Izifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu. • Kukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu eso. • Ibonakalisa unxibelelwano olucace ngokuthe gca phakathi kwencwadi yokufunda kunye nencwadi yabafundi. Zizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yomfundi Ibanga 7 IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yokufunda Ibanga 7 IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Katitshala Ibanga 7

Purchase Options


Ebook File Size : 6.32