IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 7 Incwadi Katitshala Cover

IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 7 Incwadi Katitshala



Author : M G Mdliva, N Bokoloshe
Hardcopy ISBN : 9781920605872
Stock : 467 units
Ebook ISBN : 9780796046253

Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: · Izifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso lwe-CAPS kwisifundo ngasinye. · Ixhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe. · Iziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela. · Iyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye. · Ikwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo. · Iyalubonakalisa unxibelelwano olwenzekileyo phakathi kwencwadi yomfundi, incwadi yokufunda nencwadi katitshala. Zizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yomfundi Ibanga 7 IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yokufunda Ibanga 7 IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Katitshala Ibanga 7 ·

Purchase Options


Ebook File Size : 1.63