IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 8 Incwadi Katitshala Cover

IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 8 Incwadi Katitshala



Author : M. Mdliva, N. Mtsotsoyi, H. Lusaseni
Hardcopy ISBN : 9781920605919
Stock : 381 units
Ebook ISBN : 9780796046710

Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: • Izifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso ! we-CAPS kwisifundo ngasinye. • Ixhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe. • Iziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela. • Iyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye. • Ikwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo. • Iyalubonakalisa unxibelelwano olwenzekileyo phakathi kwencwadi yomfundi, incwadi yokufunda nencwadi katitshala. Zizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yomfundi lbanga 8 IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yokufunda lbanga 8 IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Katitshala lbanga 8

Purchase Options


Ebook File Size : 1.64