Sichumile Isixhosa Ibanga 8 Incwadi Yomfundi Cover

Sichumile Isixhosa Ibanga 8 Incwadi Yomfundi



Author : M. J. Lekhehle, N. Lindani, Z. Mafanya, N. L. Sabelani, T. N. Saleni
Hardcopy ISBN : 9781920605742
Stock : 491 units
Ebook ISBN : 9780796047595

Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: • Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. • lbhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula. • lzifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu. • Kukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu eso. • lbonakalisa unxibelelwano olucace ngokuthe gca phakathi kwencwadi yokufunda kunye nencwadi yabafundi. Zizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: Sichumile lsiXhosa lncwadi Yomfundi lbanga 8 Sichumile lsiXhosa lncwadi Yokufunda lbanga 8 Sichumile lsiXhosa lncwadi Katitshala lbanga 8

Purchase Options


Ebook File Size : 19.17