 
                                                                            | Author | : M. J. Lekhehle, N. Lindani, Z. Mafanya, N. L. Sabelani, T. N. Saleni | 
| Hardcopy ISBN | : 9781920605773 | 
| Stock | : 135 units | 
| Ebook ISBN | : 9780796047618 | 
Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: • lzifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso lwe-CAPS kwisifundo ngasinye. • lxhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe. • lziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela. • lyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye. • lkwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo. • lyalubonakalisa unxibelelwano olwenzekileyo phakathi kwencwadi yomfundi, incwadi yokufunda nencwad i katitshala. Zizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: Sichumile lsiXhosa lncwadi Yomfundi lbanga 8 Sichumile lsiXhosa lncwadi Yokufunda lbanga 8 Sichumile lsiXhosa lncwadi Katitshala lbanga 8