Sichumile IsiXhosa Incwadi Yomfundi Ibanga 9 Cover

Sichumile IsiXhosa Incwadi Yomfundi Ibanga 9



Author : NT Nakani, NT Ngxingo
Hardcopy ISBN : 9781920605780
Stock : 2515 units
Ebook ISBN : 9780796047625

Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: • Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. • lbhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula. • lzifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu. • Kukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu eso. • lbonakalisa unxibelelwano olucace ngokuthe gca phakathi kwencwadi yokufunda kunye nencwadi yabafundi. Zizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: Sichumile lsiXhosa lncwadi Yomfundi lbanga 9 Sichumile lsiXhosa lncwadi Yokufunda lbanga 9 Sichumile lsiXhosa lncwadi Katitshala lbanga 9

Purchase Options


Ebook File Size : 9.16