Sichumile IsiXhosa Incwadi katitshala Ibanga 9 Cover

Sichumile IsiXhosa Incwadi katitshala Ibanga 9



Author : NT Nakani, NT Ngxingo
Hardcopy ISBN : 9781920605810
Stock : 288 units
Ebook ISBN : 9780796047649

Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: • lzifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso lwe-CAPS kwisifundo ngasinye. • lxhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe. • lziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela. • lyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye. • lkwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo. • lyalubonakalisa unxibelelwano olwenzekileyo phakathi kwencwadi yomfundi, incwadi yokufunda nencwadi katitshala. Zizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: Sichumile lsiXhosa lncwadi Yomfundi lbanga 9 Sichumile lsiXhosa lncwadi Yokufunda lbanga 9 Sichumile lsiXhosa lncwadi Katitshala lbanga 9

Purchase Options


Ebook File Size : 12.57