IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 9 Incwadi Katitshala  Cover

IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 9 Incwadi Katitshala



Author : N Bokoloshe, Z Konza
Hardcopy ISBN : 9781920605957
Stock : 345 units
Ebook ISBN : 9780796046833

Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: • Izifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso lwe-CAPS kwis ifundo ngasinye. • Ixhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwi injongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe. • Iziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela. • Iyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye. • Ikwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo. • Iyalubonakalisa unxibelelwano olwenzekileyo phakathi kwencwadi yomfundi, incwadi yokufunda nencwadi katitshala. Zizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yomfundi lbanga 9 IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yokufunda lbanga 9 IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Katitshala lbanga 9

Purchase Options


Ebook File Size : 1.97