Orders placed during this period will be delayed due to warehouse closure. Normal processing resumes 2nd March 2026.
| Author | : M. Mdliva |
| Hardcopy ISBN | : 9781920605902 |
| Stock | : 1219 units |
| Ebook ISBN | : 9780796046857 |
Le yinovelana enebali elibonisa ukuba umntwana nokuba uselula, uba nazo iimfuno zakhe. Ezinye zazo ziye zibe ngaphaya kwamandla abazali , kuba bengenazo iintsiba ezaneleyo. Kule noveli loo meko izamile ukubuphazamisa ubudlelwane phakathi komntwana nomzali. Ukubonisa ubuzali obugqibeleleyo amaxesha amaninzi abazali baye baphumelele ukuyinyamezela le meko. Okuhle ke kweli bali kukuba umntwana onguNonceba wade wakubonakalisa ukuba uyayihlonipha imizamo kanina yokumkhulisa. Kweli bali kukwabonakaliswa amandla othando athi enze ukuba umzali ngamnye akwazi ukunyamezelana nomntwana wakhe. Kukwabonakalisiwe ukuba amandla othando noxolo ayakwazi ukoyisa nayiphi na inzima okanye umngeni ebomini esibuphilayo.