Sichumile IsiXhosa Incwadana Yokufunda Ibanga 2 Intsomi kaNomvume Incwadana 5 Cover

Sichumile IsiXhosa Incwadana Yokufunda Ibanga 2 Intsomi kaNomvume Incwadana 5



Hardcopy ISBN : 9780796058522
Stock : 569 units
Ebook ISBN : 9780796055828

USichumile lsiXhosa luluhlu lweencwadi zesiXhosa zamabanga asezantsi, ibanga loku-1 ukuya kwelesi-3. Luphinda luvele kwakhona olu luhlu phaya kumabanga angasentla, ibanga lesi-4 ukuya kwelesi-6, njalo-njalo. Ezi ncwadi zibhalwe zasekwa ngokomgaqo omtsha we-CAPS nokhutshwe kutsha nje liSebe lezeMfundo kweli lizwe. Kwibanga loku-1 ukuya kwelesi-3, zineencwadana zokufunda ezi-5, incwadi yabafundi, incwadi yokusebenzela, nencwadi katitshala ehamba nomgodlo wezixhobo zokufundisa zikatitshala. Ezi ncwadi zibhalwe ngoomakhwekhwetha bootitshala kufundo lolwimi kula mabanga.

Purchase Options


Ebook File Size : 1.36