Sichumile Isixhosa Incwadana Yokufunda Ibanga 1 Usana Lukamama Incwadana 2 Cover

Sichumile Isixhosa Incwadana Yokufunda Ibanga 1 Usana Lukamama Incwadana 2



Author : Colleen Nonkululeko Gqamla, Ntombokuqala Bokoloshe
Hardcopy ISBN : 9780796051639
Stock : 1392 units
Ebook ISBN : 9780796055743

USichumile lsiXhosa luluhlu lweencwadi zesiXhosa zamabanga asezantsi, ibanga loku-1 ukuya kwelesi-3. Luphinda luvele kwakhona olu luhlu phaya kumabanga angasentla, ibanga lesi-4 ukuya kwelesi-6, njalo-njalo. Ezi ncwadi zibhalwe zasekwa ngokomgaqo omtsha we-CAPS nokhutshwe kutsha nje liSebe lezeMfundo kweli lizwe. Kwibanga loku-1 ukuya kwelesi-3, zineencwadana zokufunda ezi-5, incwadi yabafundi, incwadi yokusebenzela, nencwadi katitshala ehamba nomgodlo wezixhobo zokufundisa zikatitshala. Ezi ncwadi zibhalwe ngoomakhwekhwetha bootitshala kufundo lolwimi kula mabanga.

Purchase Options


Ebook File Size : 0.94