CUB READING SCHEME (XHOSA) LEVEL 1 BK 1: ULUKASI -UMNTWANA Cover

CUB READING SCHEME (XHOSA) LEVEL 1 BK 1: ULUKASI -UMNTWANA



Hardcopy ISBN : 9780796041937
Stock : 673 units

Iincwadi zoluhlu lwakwa-CUB ziincwadi zokufunda ezicwangciswe ngobunono, nezifaka uthando lokufunda kubafundi bamaBanga aphantsi. Yenziwe yalungiselelwa abafundi be-Afrika esezantsi abasebancinci zilungiswe ngababhali baseMzantsi Afrika. Inezi zinto zilandelayo: • 12 Amabakala Okufunda aneencwadi zokufunda kwibakala ngalinye. • 3 Incwadana zemisetyenzana, inye kwiBanga ngalinye. • 3 Incwadi zokucebisana notitshala, inye kwibanga ngalinye. • Incwadi EZINKULU ezine

Purchase Options