IBALI LIKANOMSA Cover

IBALI LIKANOMSA



Author : D. Servant
Hardcopy ISBN : 9780796009883
Stock : 232 units

UNomsa nomnakwabo abanabazali, ke ngoko banyanzelekile ukuba bahlale noyisekazi noninomkhulu. Abonwabanga kuba uMomkhulu Zanele ukhohlakele kakhulu. UNomsa ufunda ukwenza izinto ngamaso. Kungenxa yamaso akhe nangenxa yobuhlobo notitshalakazi wakhe athe wakwazi ukwenza inguqulelo enkulu ebomini babo. Nomusa and her younger brother are orphans and are forced through circumstances to stay with their uncle and aunt. Their aunt, Zanele is cruel and makes life unhappy for them.

Purchase Options