Author | : D.T. Mtywaku |
Hardcopy ISBN | : 9780796003294 |
Stock | : 754 units |
Le yincwadi engumdlalo kwaye yenye yeencwadi ezininzi eziphuma kusiba lwalo mbhali unamava kuncwadi lwesiXhosa. Abalinganiswa benziwe banga bayaphila ukuze ibali libe nomdla lilandeleke kubafundi balo, nokuthi lowo ufundayo bangalahlekwa ngumrhiba webali. Umbhali ubonakalise ubuchule bokukwazi ukwenza ukuba icace intsingiselo yomdlalo. DT Mtywaku is an experienced author with the ability to craft a well-balanced and interesting drama.