Author | : M.V. Mabusela |
Hardcopy ISBN | : 9780947457167 |
Stock | : 437 units |
Le yincwadi enjongo yayo ikukunika umfundi ithuba lokuba aphakule ulwazi olunokumnceda kwiindima ngeendima zobomi. Maxawambi uluvo alufumene ngethuba efunda isincoko, luyakwazi ukumnceda umfundi nakwezinye izifundo, kanti nalowo sele emdala angavuna lukhulu kula mabalana ahamba nezincoko