| Author | : n. bangeni |
| Hardcopy ISBN | : 9780796026835 |
| Stock | : 59 units |
Amabalana amafutshane alishumi, anemifanekiso emihle kakhulu. Amalunga namabali emveli aziintsomi zaseMzantsi Afrika. Ibali ngalinye linomdla, kwaye futhi linemfundiso. Alungele abantwana abunobudala obukwiminyaka esi8 ukuya kweli-10. Nawuphina umzali okanye utitshala kubalulekile ukuba abe nawo la mabalana ukuze afundele abantwana abancinane.