ISIXHOSA NGUMDILIYA GRADE 1 READER LEVEL 5 Cover

ISIXHOSA NGUMDILIYA GRADE 1 READER LEVEL 5



Hardcopy ISBN : 9780796058546
Stock : 2169 units

Iincwadi zoluhlu luka-IsiXhosa Ngumdiliya luluhlu lweencwadi zesiXhosa zamabanga asezantsi, zisuka kwibanga loku-1 ukuya kwelesi-3. Luphinda luvele kwakhona olu luhlu phaya kumabanga angasentla, ibanga lesi-4 ukuya kwelesi-6, njalo-njalo. Ezi ncwadi zibhalwe zasekwa ngokomgaqo omtsha we-CAPS nokhutshwe kutsha nje liSebe lezeMfundo kweli lizwe. Kwibanga loku-1 ukuya kwelesi-3, zineencwadana zokufunda ezi-5, Incwadi Yabafundi, Incwadi Yokusebenzela, nencwadi kaTitshala ehamba nomgodlo wezixhobo zokufundisa zikatitshala. Ezi ncwadi zibhalwe ngoomakhwekhwetha bootitshala kufundo lolwimi kula mabanga.

Purchase Options