Hardcopy ISBN | : 9780796052261 |
Stock | : 510 units |
Ebook ISBN | : 9780796052469 |
Iincwadi zoluhlu luka-IsiXhosa Ngumdiliya luluhlu lweencwadi zesiXhosa zamabanga asezantsi, zisuka kwibanga loku-1 ukuya kwelesi-3 Luphinda luvele kwakhona olu luhlu phaya kumabanga angasentla, ibanga lesi-4 ukuya kwelesi-6, njalo-njalo Ezi ncwadi zibhalwe zasekwa ngokomgaqo omtsha we-CAPS nokhutshwe kutsha nje liSebe lezeMfundo kweli lizwe Kwibanga loku-1 ukuya kwelesi-3, zineencwadana zokufunda ezi-5, Incwadi Yabafundi, Incwadi Yokusebenzela, nencwadi kaTitshala ehamba nomgodlo wezixhobo zokufundisa zikatitshala Ezi ncwadi zibhalwe ngoomakhwekhwetha bootitshala kufundo lolwimi kula mabanga