| Author | : M. G. Mdliva |
| Hardcopy ISBN | : 9780947477868 |
| Stock | : 754 units |
Ibali ngalinye kule ncwadi liphela lishiya imfundiso kubafundi ze bakwazi ukufikelela kwizigqibo ngokuzimeleyo. Ikwalungiselelwe ukuba ifundwe ngohlobo lwamaqhutyana avakala ngeminwe kwabo bangaboniyo.