Author | : N. Vapi |
Hardcopy ISBN | : 9780947477486 |
Stock | : 348 units |
Le yincwadi ebalisa ngentombazana enguSiphokazi eyaswelekelwa ngabazali isencinci kakhulu, yaza yashiyeka nabantwana abeza emva kwayo. Le ntwazana izifumanisa isengxakini enkulu ngenxa yalomthwalo ongelulanga, kangokuba yasuka yawuphonsa KoPhezulu. Eli bali liveza ubunzima obufunyanwa ngabantwana abakhula sele bashiywa ngabazali