Author | : L. L. Ngewu |
Hardcopy ISBN | : 9780796006745 |
Stock | : 741 units |
Le ncwadi igxininise kumabali anomdla empilweni nobomi babantu abantetho isisixhosa. Lawo ngamabali anjengelo ligxininise kwiinjongo ezibakho xa kuthiywa umntwana igama, amabali aqulethe iziyalo nemfundiso njalo-njalo.